Imibongo Yesixhosa Grade 7

Imibongo Yesixhosa Grade 7 Introduction to Imibongo Yesixhosa Grade 7 (isiXhosa Poetry in Grade 7) In Grade 7, learners are introduced to isiXhosa poetry (imibongo yesiXhosa), which is an integral part of their language and cultural education. This level of study focuses on a variety of poems that help learners appreciate the richness of the … Read more

Summary of Inkawu Idliw’ilila pdf

Summary of inkawu idliw’ilila pdf Amagqabantshintshi NgoMbhali UMnumzana Siphatheleni Kula wazalwa ngonyaka we-1965, ezalelwa kwilali yaseMsintsane kwisithili sakuCentane eMpuma Koloni. Kuphela konyana abanaye abazali bakhe uMaGaba noNkabane ongasekhoyo, walekelwa ziintombi ezimbini. UNkabane lo, amabanga aphantsi wawafunda kwa-Anta Junior Secondary School phantsi kwesandla sento kaTshevu, ingxilimbela yakwaRhadebe kweziya lali zaseTholeni kwisithili saseGcuwa. Emva koko waya kuphuthaphutha … Read more

Yintoni inoveli? – Iindidi Zeenoveli ngesixhosa

Yintoni inoveli? – Iindidi Zeenoveli ngesixhosa Yintoni inoveli? Inoveli ibali eligqibeleleyo, esithi okukhona sifunda sisiya phambili kube kukhona sifumana izinto ezintsha ezitsala ingqondo zethu. Eli bali liqhutyelwa phambili ngabalinganiswa. Aba balinganiswa benza ibali libe nomdla ngakumbi kuba ngabantu abangafaniyo ngezimo zabo. Zeziphi iindidi zenoveli Iindidi Zeenoveli Inoveli ziziindidi ngeendidi ezizezi: Ezingothando Ezingesishiqi Sentlalo Ezingophando Enye … Read more